Izikhokelo ezisisi seko zokuphucula amadlelo
R0
Category:
Research Publications
Tags:
ISIXHOSA | rtds
Share:
More Details
Description:
Yintoni ukuphuculwa kwamadlelo?
Ukulondolozwa kwamadlelo kwenzeka kwimeko embi, ngokutyalwa kwembewu yezityalo zemveli, esoloko ikho kummandla. Oku kwenziwa kuba uninzi lwezityalo luyafumaneka ukuze imfuyo njengezityaloezinetyhefu, okanye akukho zityalo zishiyekileyo, umzekelo kumhlaba omkhuthuka. Imeko yamadlelo iba mbi kakhulu xa imfuyo isitya ngokungenabulumko kwaye izityalo zingenalo ithuba lokukuphinda zilunge, ukuba zidubule ukuze zenze imbewu ze zivelise nezithole.
Latest research booklet published: Research and Technology Development Services – 2024/2025
Potato circle rehabilitation Infopack
Aartappelsirkel rehabilitasie Infopak
Outeniqua Research Farm Information Day 2025
9th World Congress on Conservation Agriculture 2024
Outeniqua Information Day 2024
Infopack: Veld management_Central Karoo_Xhosa
Infopack: Veld improvement Xhosa
Infopak: Weidingsbestuur_Klein Karoo