Imigaqo yoLawulo lwamadlelo – e Central Karoo
i Central Karoo ngum’mandla ofumana iimvula ezinkulu ngexesha lasebusika novelisa izityalo zohlobo lwe Nama Karoo. Um’minge wemvula wohluka phakathi kwe 100 – 300 yee mm yaye nale ngingqi ingachazwa njengomhlaba oyinkqantosi okanye obharhileyo. Izityalo eziku mazantsi e West Coast ziyinxalenye yokwahluka-hlukana kwezityalo ze Fynbos, ingakumbi ezi ntlobo zikumadlelo akumhlaba osesantini. Zombini ezi ngingqi zezi zityalo zineentlobo-ntlobo ezininzi zezityalo ezingafumanekiyo kwezinye iindawo nekufuneka zikhuselwe. Zonke iintlobo zotyani zinobuthathaka ekubhulweni kwamadlelo yaye kungoko kubalulekile kakhulu ukuba kumiselwe ulawulo olululo lwamadlelo ukuze kuqinisekiswe ngolondolozo lwamadlelo ngokuthi avulelwe imfuyo ngexesha nangendlela efanelekileyo.
Latest research booklet published: Research and Technology Development Services – 2024/2025
Potato circle rehabilitation Infopack
Aartappelsirkel rehabilitasie Infopak
Outeniqua Research Farm Information Day 2025
9th World Congress on Conservation Agriculture 2024
Outeniqua Information Day 2024
Infopack: Veld management_Central Karoo_Xhosa
Infopack: Veld improvement Xhosa
Infopak: Weidingsbestuur_Klein Karoo