| Information sheets | | | Elsenburg infopaks | | | Izilwanyana, imphatho: 4 |
![]() Click to enlarge! |
Kutheni kubalulekile ukukhathalela amanqina ehashe?
|
![]() Click to enlarge! |
Yintoni inkathalelo yamanqina elungileyo?
Ukukhathalela amanqina kuthetha ukugcina amanqina esilwanyana eyelelene kangangoko unakho kulaampilo ibayiyo xa isilwanyana sise ndaweni yaso yendalo. Kusengathetha phakathi kwezinye izinto, ukusetyenziswa kwezixhobo zonyango lwenqina lesilwanyana, nje nge mela yokucocekisa inqina, ifili yokukrwela inqina, into esisi kere ekuphungulwa ngayo uqweqwe lenqina lesilwanyana. Kufuneka inqina ligcinwe likwimeko yokuthamba njengoluya hlobo ibalulo endle, kudingeka kengoko ukuba inqina lesilwanyana lingadibani neemeko ezimanzi kakhulu kanti neemeko ezome kakhulu azifuneki. I oli yamanqina ethengiswayo iyanceda kwimeko eziloluhlobo. Xa izilwanyana zomsebenzi zihamba imigama emide, okanye zihamba ezindaweni ezinamatye kusenokunyanzeleka ukuba mazifakwe iintsimbi zamanqina. Amathole ezilwanyana ezisetyenziselwa ukutsala okanye ukuthutha kufuneka aqheliswe esemancinci ukuphakamisa inqina ukwenzela ukuba unakekelo lwa manqina luzoku qhubekeka. Ubokuqala ngento ekuthiwa yi hoofscraper ukuphe yonke into ebambeke enqineni enjengamatye nobulongwe. Amanqina anukayo akhomba ukubola kwawo. |
![]() Click to enlarge! |
Thatha imela eyenzele ukusika amanqina usike yonke inyama engafunekiyo apha enqineni, usike de kuvele indawo emhlophe enqineni. Qaphela iindawo apha enqineni lesilwanyana esitsalayo ezinamahlwili egazi, neentanda ezivuza ubovu. |
![]() Click to enlarge! |
Sika yonke into enqineni ebonakala ukuba ayifuneki njengalendawo ivela esolini yenqina.
Inqina lehashi xa lisikwa, kufuneka lishiywe linga ngenqindi lomntu ozeke edibanise iminwe emine ngaphambili ebeke ubhontsi ngemva, kwicala elijonge ngasentloko, ngasemva kufuneka lisikwe nje libe ngqukuva kakuhle. |
![]() Click to enlarge! |
Inqina lehashe linento ekuthiwa yi hoof angle le angle kuthethwa ngayo ayiyo nto enqabileyo, luhlobo elimile ngalo inqina legusha phakathi kwedolo nempuphu ngezantsi. Inqina elimile kakuhle libukeka lingumgca ukusuka edolweni ukuya kutsho emazantsi. |
![]() Click to enlarge! |
Emva kokuba inqina lisikwe kakuhle laba bobubude bufunekayo,
lalandela le angle ifunekayo, kufuneka lifakwe iraspire lizokukhangeleka kakuhle, kufuneka iraspire ifakwe nalapha ngaphantsi. Iikona zempuphu yehashe kufuneka nazo zidibane neraspire, ukwenzela ukuba zikhangeleke zingqukuva, loonto inceda ukuba iimpuphu zehashe zingakhawulezi ukwephuka.
Amanqaku abalulekileyo ekufuneka angalibaleki nanga:
|
![]() Click to enlarge! |
|
![]() Click to enlarge! |
Lilonke ukuze isilwanyana sikusebenzele kakuhle kufuneka uwanakekele amanqina neempuphu saso. |
AG Erasmus
ELSENBURG / LITTLE KAROO ADC