| Information sheets | | | Elsenburg infopaks | | | Ezemitshini: 1 |
![]() Click to enlarge! |
Okokuqala
Iityhefu ezipeyitwa ezityalweni nasemithini, zisenokuba yingozi empilweni yoluntu jikelele. Iityhefu ekupeyitwa ngazo ziyafuneka ukukhusela isivuno singa tshatyalaliswa zizinambuzane. Ukuba ebengekho lamayeza asetyenziswayo bekungasoze kubekho ukutya okwaneleyo ukuba abantu batye bonke. Xa usebenzisa amayeza okupeyita ngobuchule, uyakuhlala uphephile, nempilo yakho iyakuhlala iphephile. Yintoni onokuyenza xa ungumntu osebenza ngezipeyiti ukuba mauhlale ukhuselekile? Nanga amacebo anokunceda malunga nokupeyita. |
![]() Click to enlarge! |
Yintoni omawuyinxibe phambi kokuba uqalise
ukupeyita?
|
![]() Click to enlarge! |
Yintoni omawuyenze ngethuba usepeyita?
|
![]() Click to enlarge! |
|
![]() Click to enlarge! |
Wenza ntoni xa ugqibile ukuspeyita?
|
J Barnes
ELSENBURG / Isikolo sobugrira sase
TYGERBERG